Tyisa umhlobo wam (isiXhosa) أيقونة

102 by Curious Learning


03/08/2022

عن Tyisa umhlobo wam (isiXhosa)

العربية

Umdlalo wemfundo owanceda abantwana bafunde ukufunda

Tyisa umhlobo wam ufundisa umntwana wakho izinto ezisisiseko zokufunda. Ukuqoqa amaqanda e-monster uze ubondle iileta ukuze bakwazi ukukhula babe ngabahlobo abatsha!

YINTONI I-TYISA UMHLOBO WAM؟

Tyisa umhlobo wam isebenzisa 'umdlalo ovezweyo ukuze ufunde' ubuchule bokubandakanya abantwana kunye nokubanceda bafunde ukufunda. Abantwana banandipha ukuqokelela nokukhula kwezilwanyana zezilwanyana ngelixa befunda ukufunda ngokusemgangathweni.

YIKHULULEKILE UKUKHUPHELA ، AKHUKHO NTENGISO ، AKUTHENGISWA PHAKATHI KWIHLELO!

Yonke إلى ikhululekile kwi-100٪ ، idalwe yi ntlangano ezingenzi nzuzo Curious Learning، CET، kunye Apps Factory.

IIMPAWU ZOMDLALO EZIKHUTAZA IZAKHONO ZOKUFUNDA

• Izindalo ezinwabisayo kunye ezibandakanya abantwana

• ألعاب تتبع الحروف للمساعدة في القراءة والكتابة Imidlalo yokubhala ngokulandelela iileta yokunceda ukufunda nokubhala

• Imidlalo yokukhumbula yesigama

• Amanqanaba ecelomngeni woku-vakala kuphela

• Ingxelo yophuhliso kubazali

• Ungene ngemvume kwabasebezisi beninzi ngokuthola ingxelo yophuliso ngabanye

• Izilwanyana eziqokelekayo ، eziguquguqukayo kunye nezolisayo

• Yenzelwe ukukhuthaza izakhono zentlalo-zengqondo

• Akuthengiswa ngaphakathi kwihlelo

• Akukho ntengiso

• Akukho uxhumano lwe intanethi efunekayo

PHUHLISWA YI NGCALI NGEMNTWANA WAKHO

Umdlalo usekelwe kwiminyaka yophando kunye namava kwisayensi yokufunda nokubhala. Iquka izakhono eziphambili zokufunda nokubhala، kubandakanywa Ulwazi lwe-Fonetiki، Ukwazi Iileta، Fonetiki، IsiGama kunye nokuFunda iZwi Ngokubona. Ukuze abantwana bakwazi ukuhlaziya isiseko esinamandla sokufunda. Eyakhelwe malunga nomxholo wokunyamekela iqoqo lezilwanyana، yenzelwe ukukhuthaza uvelwano، ukunyamezela kunye nophuhliso lwentlalo-emoyeni kubantwana.

SINGOOBANI NA KE THINA؟

Tyisa umhlobo wam eyayixhaswa ngu-Norwegian Ministry of Foreign Affairs، njengenxalenye ye khuphiswano ye-EduApp4Syria. Usetyenziso yokuqala yaseArabhu yaphuhliswa njengentsebenziswano ehlangeneyo phakathi kwe-Apps Factory، CET - مركز تكنولوجيا التعليم و IRC - لجنة الإنقاذ الدولية.

Tyisa umhlobo wam yaguqulelwa kwisiNgesi ngoCurious Learning، engenzi nzuzo ezinikezelwe ekukhuthazeni ukufikelela kumxholo wokufunda nokubhala ngokufanelekileyo kubo bonke abayifunayo. Siyiqela labaphandi، abaphuhlisi، kunye nootitshala abazinikezele ekunikeni abantwana kuyo yonke indawo.

-----

يُعلِّم موقع Feed The Monster الأطفال أساسيات القراءة في isiXhosa. جمع بيض الوحش وإطعام الحروف حتى يتمكنوا من النمو إلى أصدقاء جدد!

ما هو إطعام الوحش؟

يستخدم Feed The Monster تقنيات "اللعب للتعلم" التي أثبتت جدواها لإشراك الأطفال ومساعدتهم على تعلم القراءة. يستمتع الأطفال بجمع وحوش الحيوانات الأليفة وتنميتها أثناء تعلم أساسيات القراءة.

مجاني للتنزيل ، لا إعلانات ، لا في مشتريات التطبيق!

جميع المحتويات مجانية 100٪ ، تم إنشاؤها بواسطة مؤسسة محو الأمية Curious Learning و CET - وتم تقديمها إلى جنوب إفريقيا من خلال دعم مدرسة BellaVista.

ميزات اللعبة لتعزيز مهارات القراءة:

• الألغاز الصوتية ممتعة وجذابة

• ألعاب تتبع الحروف للمساعدة في القراءة والكتابة

• ألعاب ذاكرة المفردات

• تحدي مستويات "الصوت فقط"

• تقرير تقدم الوالدين

• دخول مستخدمين متعددين لتقدم المستخدم الفردي.

• وحوش قابلة للتجميع ومتطورة وممتعة

• لا مشتريات داخل التطبيق

• لا اعلانات

• لا حاجة لاتصال بالإنترنت

تم تطويره من قبل خبراء لطفلك.

تعتمد اللعبة على سنوات من البحث والخبرة في مجال محو الأمية. يتضمن مهارات أساسية لمحو الأمية ، بما في ذلك الوعي الصوتي ، والتعرف على الحروف ، والصوتيات ، والمفردات ، وقراءة الكلمات البصر حتى يتمكن الأطفال من تطوير أساس قوي للقراءة. تم تصميمه حول مفهوم رعاية مجموعة من الوحوش ، وهو مصمم لتشجيع التعاطف والمثابرة والتنمية الاجتماعية والعاطفية للأطفال.

تحديث لأحدث إصدار 102

Last updated on 03/08/2022

Minor bug fixes and improvements. Install or update to the newest version to check it out!

جاري في الترجمة...

معلومات أكثر ل لعبة

احدث اصدار

طلب Tyisa umhlobo wam (isiXhosa) تحديث 102

محمل

Ãmi Ňã

Android متطلبات النظام

Android 4.4W+

Available on

الحصول على Tyisa umhlobo wam (isiXhosa) من Google Play

عرض المزيد

Tyisa umhlobo wam (isiXhosa) لقطات الشاشة

تعليق لوادينغ...
اللغات
اللغات
البحث...
اشترك في APKPure
كن أول من يحصل على الإصدارات السابقة والأخبار والأدلة لأفضل ألعاب وتطبيقات الأندرويد.
ًلا، شكرا
اشتراك
تم الاشتراك بنجاح!
أنت مشترك الآن في APKPure.
اشترك في APKPure
كن أول من يحصل على الإصدارات السابقة والأخبار والأدلة لأفضل ألعاب وتطبيقات الأندرويد.
ًلا، شكرا
اشتراك
نجاح!
لقد اشتركت في أخبار لدينا الآن لدينا.